Spotlighting Pan-African Poetry

Biography

Anelisa Mbotyana “Dizadala”

Featured Poem:

Ilizwe

Enlarge poem

Wode zitsho langa lakuthi
Wena dizadala kade bemkhahlaza
Wena ntonga yomsimelelo
Yenz’icang’uvokotheke
Wena mtsalane nt’akabantu
Wena nking’iva betyokomela
Hay’uluntu lunjalo
Yaz’ilizwe libhentsile
Ligragramile lenziz”thunga
Acinezela ntaka yakuthi
Wena s’hlwele nawe ntaba
Mzimba wakwa Nanga
Ilizwe ligragramile ngoba nambhlanje
Abantwan’abasamameli bazali
Lityokomile ku Nanga
Ngob’oomama babe zikiza
Babekuva ntang’akuthi
Besithi “Ndibilili ndayilahlela ndayikhahlela”
Mcel’ecali nyanga wade wandilika
Ndibilili styotyoto ngabuwa
Uyaw’d’ulalele hay’ke nomZulu
Yenz’abangaziyo
Yenzimithakela yentab’ezingaviyo
Yenzilanga lokugqibela
Hambela ngoNanga
Yazi yintoni?
Khanijong’ilizwe linjani na
Ngoba kaloku abantwana ba today abambekanga
Imbekw’abanayo, u”hayi” ngu “ewe”
Umfelel’ucwaka
Watsho manwele, watsho kaNanga
Dizadala kade bemqongqotha
Mazw’amade ewakhahlela
Hay’lizwe
Ndee gram. Iyhoo!

Translation

The poet addresses the moral decay in society as a result of people neglecting their traditions and old ways of doing things. She looks at the way the youth has lost respect for the elders and for culture, how the quality of their lives is at risk because they have forsaken their customs and way of life.

How does this featured poem make you feel?

  • Amazement (8)
  • Pride (1)
  • Optimism (4)
  • Anger (0)
  • Delight (0)
  • Inspiration (0)
  • Reflection (2)
  • Captivation (0)
  • Peace (0)
  • Amusement (0)
  • Sorrow (0)
  • Vigour (0)
  • Hope (0)
  • Sadness (0)
  • Fear (0)
  • Jubilation (0)

Comments

  1. coz lyrics seem different from the radio…! But i don’t know this language obviusly.

    Ciao!

    ALESSANDRO PANCIROLLI

Your email address will not be published.

Biography

Anelisa Mbotyana “Dizadala” considers herself as one who was called to reveal secrets. This 19 year old has lived in Port Elizabeth, South Africa her whole life. Her ancestors bestowed on her the gift to be a praise poet from the tender age of five.